Lyrics

Amanda Black – Ntaka Yam Lyrics

Amanda Black Ntaka Yam Lyrics

Ntyilo ntyilo
Yatsh intaka yam
Sizo sizo
sizophumelela
Mpilo mpilo
Sizokukhathalela
Ntinga ntinga
Ntinga Ntinga

Siskhhathi so aligna
Yonk into izodibana
Iingxaki zobaryt
Sonwabile yeah
Nanini na ndinawe
Hlala phakathi kwakho
Impendulo zikuwe
Yonwaba ke

Naxasikhala
Iyani imvula
Hlambi inyembezi
Umntu uyakhula

Naxasikhala
Iyani imvula
Hlambi inyembezi
Phola mphefumlo

Ntyilo ntyilo
Yatsh intaka yam
Sizo sizo
sizophumelela
Mpilo mpilo
Sizokukhathalela
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga yeah

Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ey yeah yeah

Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ey ntakana yam

See ekugqibeleni
Bubomi bakho
Before you sleep today
Remember yourself
So ketha wisely
Wonwabile
Ungabi nexhala
Liyakhanya ilanga

I see in your eyes love
Khanya today
Its hidden in your blood line
Phila today
Love in your veins love
Believe in you dearly
Khumbula ungubani my love
Hey yeah

Ntyilo ntyilo
Yatsh intaka yam
Sizo sizo
sizophumelela
Mpilo mpilo
Sizokukhathalela

Ntinga ntinga
Ntinga ntinga yeah
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ey yeah yeah

Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ntinga ntinga
Ey ntakana yam

Ntakana yam yam yam yam yeah
Ntinga ntinga
Hey yeah yeah yeah
Ntinga ntinga yeah
Ntinga ntinga yeah
Ey ntakana yam
Ntakana yam yam yam yam
Mmmmm mmmmm mmmmm mmm mmmm